Duteronomi 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ixhama nebhadi nelinqa+ nembuzi nembabala nemvu yasendle nempunzi; IZililo 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye buphumile entombini yaseZiyon bonke ubungangamsha bayo.+Iinkosana zayo zibe njengamaxhama angafumani dlelo;+Kwaye zihamba zingenamandla phambi kwabo bazisukelayo.+
6 Yaye buphumile entombini yaseZiyon bonke ubungangamsha bayo.+Iinkosana zayo zibe njengamaxhama angafumani dlelo;+Kwaye zihamba zingenamandla phambi kwabo bazisukelayo.+