IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ngoku uYehova uThixo wam undinike ukuphumla macala onke.+ Akukho mchasi, kwaye akukho nto imbi yenzekayo.+

  • 1 Kronike 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Khangela! Uya kuzalelwa+ unyana. Yena uya kuba yindoda yokuphumla, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumnika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe macala onke;+ uya kuba nguSolomon+ igama lakhe, yaye ngemihla yakhe ndiya kumjizeka uSirayeli ngoxolo+ nokuzola.

  • INdumiso 72:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngomhla wakhe uya kuhluma olilungisa,+

      Nobuninzi boxolo ide ingabi sabakho inyanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share