2 Kronike 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 USolomon waqhubeka ehlanganisa iinqwelo namahashe emfazwe waza waba neenqwelo eziliwaka elinamakhulu amane namahashe emfazwe alishumi elinesibini lamawaka,+ wawabeka kwizixeko zeenqwelo+ nakufuphi nokumkani eYerusalem.
14 USolomon waqhubeka ehlanganisa iinqwelo namahashe emfazwe waza waba neenqwelo eziliwaka elinamakhulu amane namahashe emfazwe alishumi elinesibini lamawaka,+ wawabeka kwizixeko zeenqwelo+ nakufuphi nokumkani eYerusalem.