Genesis 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ke bona oonyana bamashweshwe awayenawo uAbraham, wabanika izipho uAbraham.+ Waza ke wabandulula bemka kuIsake unyana wakhe,+ ngoxa wayesaphila, basinga ngasempuma, kwilizwe laseMpuma.+ Yobhi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+ Mateyu 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emva kokuba uYesu ezelwe eBhetelehem+ yelakwaYuda ngemihla kaHerode+ ukumkani, khangela! abavumisi ngeenkwenkwezi+ abavela kwimimandla yasempumalanga beza eYerusalem,
6 ke bona oonyana bamashweshwe awayenawo uAbraham, wabanika izipho uAbraham.+ Waza ke wabandulula bemka kuIsake unyana wakhe,+ ngoxa wayesaphila, basinga ngasempuma, kwilizwe laseMpuma.+
3 Imfuyo yayo+ yaba zizimvu ezingamawaka asixhenxe neenkamela ezingamawaka amathathu nezipani zeenkomo ezingamakhulu amahlanu neemazi zamaesile ezingamakhulu amahlanu, kunye nabakhonzi abaninzi kakhulu; yaye loo ndoda yaba yeyona inkulu kubo bonke abaseMpumalanga.+
2 Emva kokuba uYesu ezelwe eBhetelehem+ yelakwaYuda ngemihla kaHerode+ ukumkani, khangela! abavumisi ngeenkwenkwezi+ abavela kwimimandla yasempumalanga beza eYerusalem,