Genesis 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza uThixo wadala izilo ezikhulu zaselwandle+ nayo yonke imiphefumlo ephilayo enambuzelayo,+ enyakazela emanzini ngohlobo lwayo, nazo zonke izidalwa eziphaphazelayo ezinamaphiko ngohlobo lwazo.+ Waza uThixo wabona ukuba kulungile.
21 Waza uThixo wadala izilo ezikhulu zaselwandle+ nayo yonke imiphefumlo ephilayo enambuzelayo,+ enyakazela emanzini ngohlobo lwayo, nazo zonke izidalwa eziphaphazelayo ezinamaphiko ngohlobo lwazo.+ Waza uThixo wabona ukuba kulungile.