1 Kumkani 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokubhekele phaya, ecaleni kodonga lwendlu wakha macala onke isakhiwo esisecaleni, ecaleni kweendonga zendlu macala onke etempile nakwelona gumbi lingaphakathi,+ waza wenza amagumbi asecaleni+ macala onke. Hebhere 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ngemva kwekhuselo+ lesibini kwakukho icandelo lentente elibizwa ngokuthi “eYona Ngcwele.”+
5 Ngokubhekele phaya, ecaleni kodonga lwendlu wakha macala onke isakhiwo esisecaleni, ecaleni kweendonga zendlu macala onke etempile nakwelona gumbi lingaphakathi,+ waza wenza amagumbi asecaleni+ macala onke.