Genesis 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke wena, uya kuya kookhokho bakho unoxolo; uya kungcwatywa ukubudala obupheleleyo.+ 1 Kumkani 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uDavide walala kookhokho bakhe,+ wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide.+