1 Kumkani 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye iveranda+ eyayingaphambili kwitempile yendlu yayiziikubhite ezingamashumi amabini ubude, ngaphambi kwecala elibanzi lendlu. Ubunzulu babuziikubhite ezilishumi, ngaphambili endlwini.
3 Kwaye iveranda+ eyayingaphambili kwitempile yendlu yayiziikubhite ezingamashumi amabini ubude, ngaphambi kwecala elibanzi lendlu. Ubunzulu babuziikubhite ezilishumi, ngaphambili endlwini.