2 Kronike 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye ubungqingqwa balo babungangobubanzi besandla; yaye udini lwalo lwalwenziwe lwanjengodini lwendebe, intyatyambo yenyibiba.+ Njengesikhongozelo, lwalunokuqulatha+ umlinganiselo weebhate ezingamawaka amathathu.+
5 Kwaye ubungqingqwa balo babungangobubanzi besandla; yaye udini lwalo lwalwenziwe lwanjengodini lwendebe, intyatyambo yenyibiba.+ Njengesikhongozelo, lwalunokuqulatha+ umlinganiselo weebhate ezingamawaka amathathu.+