IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 25:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Uze usenzele izibane zibe sixhenxe; uzimise izibane ezo, zikhanyisele indawo ephambi kwazo.+

  • Eksodus 37:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wenza nesiphatho sezibane+ ngegolide esulungekileyo. Wasenza ngokusikhanda isiphatho eso sezibane. Amacala aso namasebe aso, iindebe zaso, amaqhina aso neentyatyambo zaso zavela kwakuso.+

  • ISityhilelo 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yona ke imfihlelo engcwele yeenkwenkwezi ezisixhenxe+ owazibonayo esandleni sam sasekunene, neyeziphatho zezibane zegolide ezisixhenxe yile:+ Iinkwenkwezi ezisixhenxe zithetha iingelosi zamabandla asixhenxe, yaye iziphatho zezibane ezisixhenxe zithetha amabandla asixhenxe.+

  • ISityhilelo 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “‘Ngoko ke khumbula apho uwe usuka khona, uze uguquke+ wenze izenzo zangaphambili. Ukuba akwenjinjalo, ndiya kuza+ ndisishenxise isiphatho sezibane+ sakho endaweni yaso, ngaphandle kokuba uyaguquka.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share