1 Kumkani 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye umsedare owawungaphakathi endlwini wawunezihombiso ezikroliweyo ezimilise okwethangazana+ nezezidanga zeentyatyambo.+ Yayingumsedare yonke; kwakungekho litye libonakalayo.
18 Kwaye umsedare owawungaphakathi endlwini wawunezihombiso ezikroliweyo ezimilise okwethangazana+ nezezidanga zeentyatyambo.+ Yayingumsedare yonke; kwakungekho litye libonakalayo.