10 Kodwa uDaniyeli, uthe nje akwazi ukuba kutyobelwe loo mbhalo, wasuka waya endlwini yakhe, yaye, iifestile zegumbi lakhe eliseluphahleni zazivulekele ngaseYerusalem,+ wafika waguqa ngamadolo izihlandlo ezithathu ngemini,+ wathandaza,+ edumisa uThixo wakhe,+ njengoko wayeqhele ukwenjenjalo.+