Eksodus 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngaloo ndlela uYehova wawasindisa amaSirayeli ngaloo mini, esandleni samaYiputa,+ waza uSirayeli wawabona amaYiputa efile elunxwemeni lolwandle.+ Nehemiya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+
30 Ngaloo ndlela uYehova wawasindisa amaSirayeli ngaloo mini, esandleni samaYiputa,+ waza uSirayeli wawabona amaYiputa efile elunxwemeni lolwandle.+
10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+