INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu. 1 Yohane 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.