1 Kumkani 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UHiram+ ukumkani waseTire+ wathumela abakhonzi bakhe+ kuSolomon, kuba wayevile ukuba nguye ababemthambise njengokumkani esikhundleni sikayise; kuba uHiram wayemthanda uDavide.+ 1 Kumkani 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi kamsinya nje uHiram+ akuweva amazwi kaSolomon, waba nemihlali kakhulu, waza wahlabela mgama wathi: “Makabongwe+ uYehova namhlanje ngokuba enike uDavide unyana osisilumko+ wokuphatha esi sizwana sikhulu kangaka!”+ 2 Kronike 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaphezu koko, uSolomon wathumela kuHiram+ ukumkani waseTire, esithi: “Kanye njengoko wawuqhubana noDavide+ ubawo waza waqhubeka umthumelela imithi yomsedare ukuba azakhele indlu yokuhlala,—
5 UHiram+ ukumkani waseTire+ wathumela abakhonzi bakhe+ kuSolomon, kuba wayevile ukuba nguye ababemthambise njengokumkani esikhundleni sikayise; kuba uHiram wayemthanda uDavide.+
7 Kwathi kamsinya nje uHiram+ akuweva amazwi kaSolomon, waba nemihlali kakhulu, waza wahlabela mgama wathi: “Makabongwe+ uYehova namhlanje ngokuba enike uDavide unyana osisilumko+ wokuphatha esi sizwana sikhulu kangaka!”+
3 Ngaphezu koko, uSolomon wathumela kuHiram+ ukumkani waseTire, esithi: “Kanye njengoko wawuqhubana noDavide+ ubawo waza waqhubeka umthumelela imithi yomsedare ukuba azakhele indlu yokuhlala,—