1 Kumkani 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uHiram wathumela kuSolomon, esithi: “Ndikuvile ondithumelele kona. Mna ndiya kukwenza konke okuya kukuyolisa kumbandela wamaplanga omthi womsedare namaplanga omthi wejunipha.+
8 Ngako oko uHiram wathumela kuSolomon, esithi: “Ndikuvile ondithumelele kona. Mna ndiya kukwenza konke okuya kukuyolisa kumbandela wamaplanga omthi womsedare namaplanga omthi wejunipha.+