1 Kumkani 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uAhishare wayephethe indlu, yaye uAdoniram+ unyana ka-Abheda, ephethe abo babebhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+ 1 Kumkani 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UKumkani uSolomon waqhubeka evelisa abo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa kuye wonke uSirayeli; yaye abo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa+ baba ngamadoda angamashumi amathathu amawaka.
6 uAhishare wayephethe indlu, yaye uAdoniram+ unyana ka-Abheda, ephethe abo babebhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
13 UKumkani uSolomon waqhubeka evelisa abo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa kuye wonke uSirayeli; yaye abo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa+ baba ngamadoda angamashumi amathathu amawaka.