Yoshuwa 10:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaba ngoko awathi uHoram ukumkani waseGezere+ wenyuka ukuya kunceda iLakishe. Ngoko uYoshuwa wamxabela yena nabantu bakhe de akashiya namnye usindileyo kuye.+ ABagwebi 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 NoEfrayim akazange awagxothe amaKanan awayehlala eGezere, kodwa amaKanan aqhubeka ehlala phakathi kwakhe eGezere.+
33 Kwaba ngoko awathi uHoram ukumkani waseGezere+ wenyuka ukuya kunceda iLakishe. Ngoko uYoshuwa wamxabela yena nabantu bakhe de akashiya namnye usindileyo kuye.+
29 NoEfrayim akazange awagxothe amaKanan awayehlala eGezere, kodwa amaKanan aqhubeka ehlala phakathi kwakhe eGezere.+