2 Kronike 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye uHiram+ wathumela rhoqo kuye ngabakhonzi bakhe iinqanawa nabakhonzi ababenolwazi ngolwandle,+ babesiza nabakhonzi bakaSolomon eOfire+ baze apho bathabathe iitalente+ ezingamakhulu amane namashumi amahlanu egolide+ bazizise kuKumkani uSolomon.+ 1 Petros 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu. ISityhilelo 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ndikucebisa ukuba uthenge kum igolide+ esulungekiswe ngomlilo ukuze ube sisityebi, nezambatho zangaphezulu ezimhlophe ukuze wambathe, lingabonakali ihlazo lobuze bakho,+ nentambiso yamehlo uthambise amehlo akho+ ukuze ubone.
18 Kwaye uHiram+ wathumela rhoqo kuye ngabakhonzi bakhe iinqanawa nabakhonzi ababenolwazi ngolwandle,+ babesiza nabakhonzi bakaSolomon eOfire+ baze apho bathabathe iitalente+ ezingamakhulu amane namashumi amahlanu egolide+ bazizise kuKumkani uSolomon.+
7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.
18 ndikucebisa ukuba uthenge kum igolide+ esulungekiswe ngomlilo ukuze ube sisityebi, nezambatho zangaphezulu ezimhlophe ukuze wambathe, lingabonakali ihlazo lobuze bakho,+ nentambiso yamehlo uthambise amehlo akho+ ukuze ubone.