1 Kumkani 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi kamsinya nje uHiram+ akuweva amazwi kaSolomon, waba nemihlali kakhulu, waza wahlabela mgama wathi: “Makabongwe+ uYehova namhlanje ngokuba enike uDavide unyana osisilumko+ wokuphatha esi sizwana sikhulu kangaka!”+ INdumiso 72:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Makabongwe uYehova uThixo, uThixo kaSirayeli,+Nguye yedwa owenza imisebenzi emangalisayo.+
7 Kwathi kamsinya nje uHiram+ akuweva amazwi kaSolomon, waba nemihlali kakhulu, waza wahlabela mgama wathi: “Makabongwe+ uYehova namhlanje ngokuba enike uDavide unyana osisilumko+ wokuphatha esi sizwana sikhulu kangaka!”+