18 Kwakukho izinyuko ezithandathu eziya etroneni, yaye kwakukho nesihlalo seenyawo segolide esisetroneni (ezazinamathelisiwe), kukho nendawo yokubeka iingalo kweli cala nakweliya cala lendawo yokuhlala, yaye kwakumi iingonyama ezimbini+ ecaleni kwendawo yokubeka iingalo.+