1 Kumkani 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngokubhekisele kule ndlu uyakhayo, ukuba uya kuhamba emimiselweni yam+ uze uyenze imigwebo yam+ yaye uyigcine yonke imiyalelo yam ngokuhamba kuyo,+ nam ngokuqinisekileyo ndiya kuliphumeza kuwe ilizwi lam endalithethayo kuDavide uyihlo;+ 2 Kronike 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ukuba niya kujika+ nize niyishiye imimiselo yam+ nemiyalelo yam+ endiyibeke phambi kwenu, nize nikhonze abanye oothixo+ kwaye niqubude kubo,+
12 “Ngokubhekisele kule ndlu uyakhayo, ukuba uya kuhamba emimiselweni yam+ uze uyenze imigwebo yam+ yaye uyigcine yonke imiyalelo yam ngokuhamba kuyo,+ nam ngokuqinisekileyo ndiya kuliphumeza kuwe ilizwi lam endalithethayo kuDavide uyihlo;+
19 Kodwa ukuba niya kujika+ nize niyishiye imimiselo yam+ nemiyalelo yam+ endiyibeke phambi kwenu, nize nikhonze abanye oothixo+ kwaye niqubude kubo,+