2 Samuweli 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke bona ububele bam bothando, abuyi kumka kuyo njengoko ndabushenxisayo kuSawule,+ endamshenxisayo ngenxa yakho. 1 Kronike 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Mna ndiya kuba nguyise,+ yena abe ngunyana wam;+ yaye ububele bam bothando andiyi kubushenxisa kuye+ njengoko ndabushenxisayo kowayengaphambi kwakho.+ INdumiso 89:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kodwa ububele bam bothando andiyi kubuqhawula kuye,+Ndingayi kuxoka nangokubhekisele ekuthembekeni kwam.+
15 Ke bona ububele bam bothando, abuyi kumka kuyo njengoko ndabushenxisayo kuSawule,+ endamshenxisayo ngenxa yakho.
13 Mna ndiya kuba nguyise,+ yena abe ngunyana wam;+ yaye ububele bam bothando andiyi kubushenxisa kuye+ njengoko ndabushenxisayo kowayengaphambi kwakho.+
33 Kodwa ububele bam bothando andiyi kubuqhawula kuye,+Ndingayi kuxoka nangokubhekisele ekuthembekeni kwam.+