2 Samuweli 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Asaba+ ke amaSiriya phambi koSirayeli; uDavide wabulala kumaSiriya amakhulu asixhenxe abaqhubi beenqwelo+ namashumi amane amawaka abakhweli-mahashe, noShobhaki intloko yomkhosi wawo wamxabela wafela apho.+
18 Asaba+ ke amaSiriya phambi koSirayeli; uDavide wabulala kumaSiriya amakhulu asixhenxe abaqhubi beenqwelo+ namashumi amane amawaka abakhweli-mahashe, noShobhaki intloko yomkhosi wawo wamxabela wafela apho.+