1 Samuweli 14:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+
52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+