1 Kumkani 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UAhabhi wathi kuEliya: “Ngaba undifumene na, lutshaba lwam?”+ yena wathi: “Ndikufumene. ‘Ngenxa yokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova,+
20 UAhabhi wathi kuEliya: “Ngaba undifumene na, lutshaba lwam?”+ yena wathi: “Ndikufumene. ‘Ngenxa yokuba uzithengisele ukwenza okubi emehlweni kaYehova,+