2 Kronike 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+ INdumiso 46:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova wemikhosi unathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah. INdumiso 60:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 KuThixo siya kuzuza amandla,+Yaye yena uya kuzinyathela iintshaba zethu.+
2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+