2 Kumkani 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka befuna oko kwakukubi emehlweni kaYehova uThixo wabo+ baza baqhubeka bezakhela iindawo eziphakamileyo+ kuzo zonke izixeko zabo, ukususela kwinqaba+ yabalindi ukuya kufikelela kwisixeko esinqatyisiweyo; 2 Kronike 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngapha koko, wakha iinqaba+ entlango, waza wemba amaqula amaninzi (kuba wayenemfuyo eninzi), kwanaseShefela+ kumhlaba othe thabalala. Kwakukho abalimi nabasebenzi-zidiliya ezintabeni naseKarmele, kuba wayengumthandi wezolimo.
9 yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka befuna oko kwakukubi emehlweni kaYehova uThixo wabo+ baza baqhubeka bezakhela iindawo eziphakamileyo+ kuzo zonke izixeko zabo, ukususela kwinqaba+ yabalindi ukuya kufikelela kwisixeko esinqatyisiweyo;
10 Ngapha koko, wakha iinqaba+ entlango, waza wemba amaqula amaninzi (kuba wayenemfuyo eninzi), kwanaseShefela+ kumhlaba othe thabalala. Kwakukho abalimi nabasebenzi-zidiliya ezintabeni naseKarmele, kuba wayengumthandi wezolimo.