2 Kumkani 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu.
5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu.