Duteronomi 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+ Hoseya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+
39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+
6 “Yizani, sibuyele kuYehova,+ kuba uqwengile+ kodwa uya kusiphilisa.+ Waqhubeka exabela, kodwa uya kusibopha.+