Amosi 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ngoko ke ngoku baya kuba phambili kwabo baya ekuthinjweni,+ nesiyunguma sabo banabileyo simele siphele. Amosi 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+
7 “Ngoko ke ngoku baya kuba phambili kwabo baya ekuthinjweni,+ nesiyunguma sabo banabileyo simele siphele.
4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+