26 Ke ngoko uTHIXO kaSirayeli waxhokonxa umoya+ kaPuli+ ukumkani waseAsiriya,+ wona kanye umoya kaTilegati-pilenesere+ ukumkani waseAsiriya, ukuze athabathele ekuthinjweni+ amaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase, wabasa eHala+ naseHabhore naseHara nakuMlambo iGozan kude kube namhla.