Nehemiya 13:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke bona oonyana bawo, isiqingatha sabo sasithetha isiAshdode, yaye kwakungekho namnye kubo owayekwazi ukuthetha isiYuda,+ koko babethetha ngolwimi lwezizwana ezahlukahlukeneyo. IZenzo 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 (Ngoko, xa bevayo ukuba wayethetha nabo ngolwimi lwesiHebhere,+ bahlala bethe cwaka ngokungakumbi, yaye wathi:)
24 Ke bona oonyana bawo, isiqingatha sabo sasithetha isiAshdode, yaye kwakungekho namnye kubo owayekwazi ukuthetha isiYuda,+ koko babethetha ngolwimi lwezizwana ezahlukahlukeneyo.
2 (Ngoko, xa bevayo ukuba wayethetha nabo ngolwimi lwesiHebhere,+ bahlala bethe cwaka ngokungakumbi, yaye wathi:)