IMizekeliso 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Obumela ngokuqinileyo ubulungisa usingise ebomini,+ kodwa lowo usukela okubi usingise ekufeni kwakhe.+ IMizekeliso 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+ INtshumayeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+
19 Obumela ngokuqinileyo ubulungisa usingise ebomini,+ kodwa lowo usukela okubi usingise ekufeni kwakhe.+
32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+
13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+