2 Kronike 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uHezekiya+ ukumkani noIsaya+ unyana ka-Amotsi,+ umprofeti,+ baqhubeka bethandaza ngenxa yoku+ bekhala emazulwini befuna uncedo.+ INdumiso 50:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+ Yakobi 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+
20 Kodwa uHezekiya+ ukumkani noIsaya+ unyana ka-Amotsi,+ umprofeti,+ baqhubeka bethandaza ngenxa yoku+ bekhala emazulwini befuna uncedo.+
16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+