31 Emva koko uTera wathabatha uAbram unyana wakhe noLote, unyana kaHaran, umzukulwana wakhe,+ noSarayi+ umolokazana wakhe, umfazi ka-Abram unyana wakhe, baza baphuma naye eUre yamaKhaledi baya kwilizwe lakwaKanan.+ Ethubeni bafika kwelakwaHaran+ baza bahlala khona.