IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ekuqaleni+ uThixo+ wadala+ amazulu nomhlaba.+

  • INdumiso 96:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+

      Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+

  • INdumiso 102:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wazibeka kwakudala iziseko zomhlaba,+

      Namazulu angumsebenzi wezandla zakho.+

  • Yohane 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Zonke izinto zabakho ngaye,+ yaye ngaphandle kwakhe akubangakho nanye into.

      Ngaye kuye kwabakho

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share