Isaya 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+
24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+