2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Ezra 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Yaye ke siya kuthini na, emva koku, Thixo wethu? Kuba siyishiyile imiyalelo yakho,+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+