1 Kronike 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UShalum wazala uHilekiya. UHilekiya+ wazala uAzariya. 1 Kronike 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 noAzariya+ unyana kaHilekiya unyana kaMeshulam unyana kaTsadoki unyana kaMerayoti unyana ka-Ahitubhi, inkokeli yendlu yoTHIXO oyinyaniso,
11 noAzariya+ unyana kaHilekiya unyana kaMeshulam unyana kaTsadoki unyana kaMerayoti unyana ka-Ahitubhi, inkokeli yendlu yoTHIXO oyinyaniso,