2 Kronike 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baya kuHilekiya+ umbingeleli omkhulu baza bamnika imali eyayisiziswa kwindlu kaThixo, abayihlanganisayo abaLevi abagcini-masango+ esandleni sikaManase+ noEfrayim+ nakuSirayeli+ wonke nakuYuda wonke nakuBhenjamin nakubemi baseYerusalem.
9 Baya kuHilekiya+ umbingeleli omkhulu baza bamnika imali eyayisiziswa kwindlu kaThixo, abayihlanganisayo abaLevi abagcini-masango+ esandleni sikaManase+ noEfrayim+ nakuSirayeli+ wonke nakuYuda wonke nakuBhenjamin nakubemi baseYerusalem.