2 Kumkani 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye banikela ngemali eyayilinganisiwe ezandleni zabo babesenza+ umsebenzi ababemiselwe endlwini kaYehova. Baza bona bahlawula ngayo abo babesebenza ngomthi nabakhi ababesebenza endlwini kaYehova,
11 Yaye banikela ngemali eyayilinganisiwe ezandleni zabo babesenza+ umsebenzi ababemiselwe endlwini kaYehova. Baza bona bahlawula ngayo abo babesebenza ngomthi nabakhi ababesebenza endlwini kaYehova,