IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+

  • ABagwebi 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko uDebhora, umprofetikazi,+ umfazi kaLapidoti, wayegweba uSirayeli ngelo xesha.

  • Nehemiya 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Bakhumbule,+ Thixo wam, ooTobhiya+ noSanebhalati, ngokuvumelana nezi zenzo zakhe ngamnye, kwanoNowadiya umprofetikazi nabanye abaprofeti+ ababezama ukundoyikisa ngokuqhubekayo.

  • Luka 2:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kwaye kukho noAna umprofetikazi, intombi kaFanuweli, wesizwe sakwa-Ashere (iminyaka yayisele ihambile kulo mfazi, yaye wayephile nendoda kangangeminyaka esixhenxe ukususela ebuntombini bakhe,

  • IZenzo 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Lo mntu wayeneentombi ezine, zinyulu, ziprofeta.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share