-
2 Kumkani 10:22INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
22 Ke kaloku wathi kulowo wayongamele indawo yokugcina iimpahla: “Baziseleni izambatho bonke abanquli bakaBhahali.” Ngoko wabazisela isinxibo.
-
-
Nehemiya 7:72INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
72 Yaye oko kwanikelwa ngabanye abantu yayiyigolide engamashumi amabini amawaka eedrarhma nesilivere engamawaka amabini eemina nemiwunduzo yababingeleli engamashumi amathandathu anesixhenxe.
-