Yohane 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akuba ezitshilo ezi zinto, uYesu waphuma nabafundi bakhe baya phesheya komsinga wasebusika oyiKidron+ apho kwakukho umyezo, waza yena nabafundi bakhe bangena kuwo.+
18 Akuba ezitshilo ezi zinto, uYesu waphuma nabafundi bakhe baya phesheya komsinga wasebusika oyiKidron+ apho kwakukho umyezo, waza yena nabafundi bakhe bangena kuwo.+