Marko 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye waqhubeka wathi kubo: “Isibane asiziswa ukuze sibekwe phantsi kwengobozi yokulinganisa okanye phantsi komandlalo, andibi kunjalo? Siziswa ukuze sibekwe phezu kwesiphatho sezibane, akunjalo?+
21 Yaye waqhubeka wathi kubo: “Isibane asiziswa ukuze sibekwe phantsi kwengobozi yokulinganisa okanye phantsi komandlalo, andibi kunjalo? Siziswa ukuze sibekwe phezu kwesiphatho sezibane, akunjalo?+