33 Isizathu sikukuba baye bandishiya+ baza baqubuda kuAshtoreti+ uthixokazi wamaSidon, kuKemoshe+ uthixo wakwaMowabhi nakuMalkom+ uthixo woonyana baka-Amoni; kwaye abakhange bahambe ezindleleni zam ngokwenza oko kulungileyo emehlweni am nakwimimiselo yam nakwizigwebo zam njengoDavide uyise.