IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 13:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Emva kwale nto uYerobhoham akazange ajike kwindlela yakhe embi, kodwa kwakhona wahamba esenza ababingeleli beendawo eziphakamileyo kubantu ngokubanzi.+ Nabani na oyoliswayo koko, wayemmisela+ esithi: “Makabe ngomnye wababingeleli beendawo eziphakamileyo.”

  • 1 Kumkani 16:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.

  • Mika 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share