Duteronomi 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nobopha ngoomabophe,+ nobuza koneshologu,+ noyinkunkqele ekuxeleni iziganeko kwangaphambili,+ nobuzisa kwabafileyo.+ 2 Kumkani 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wadlulisa unyana wakhe emlilweni,+ waza waqhelisela umlingo,+ wahlaba izihlabo, wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+ Wenza okubi emehlweni kaYehova ngomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise. Isaya 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba ke kunokwenzeka bathi kuni: “Celani kwabaneshologu+ okanye kwabo banomoya wokuxela kwangaphambili abatswitswizayo+ nabathetha amazwi ngesandi esiphantsi,” abafanelanga na abantu bacele kuThixo wabo?+ [Kufanele kucelwe] kubantu abafileyo na ngenxa yabantu abaphilayo?+ IZenzo 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye njengoko sasisiya kwindawo yokuthandaza, sahlangatyezwa sisicakazana esithile esinomoya,+ idemon yokuvumisa.+ Sasifudula sizinika iinkosi zaso inzuzo eninzi+ ngokuqhelisela ubugcisa bokuxela izinto kwangaphambili.
11 nobopha ngoomabophe,+ nobuza koneshologu,+ noyinkunkqele ekuxeleni iziganeko kwangaphambili,+ nobuzisa kwabafileyo.+
6 Wadlulisa unyana wakhe emlilweni,+ waza waqhelisela umlingo,+ wahlaba izihlabo, wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+ Wenza okubi emehlweni kaYehova ngomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.
19 Ukuba ke kunokwenzeka bathi kuni: “Celani kwabaneshologu+ okanye kwabo banomoya wokuxela kwangaphambili abatswitswizayo+ nabathetha amazwi ngesandi esiphantsi,” abafanelanga na abantu bacele kuThixo wabo?+ [Kufanele kucelwe] kubantu abafileyo na ngenxa yabantu abaphilayo?+
16 Yaye njengoko sasisiya kwindawo yokuthandaza, sahlangatyezwa sisicakazana esithile esinomoya,+ idemon yokuvumisa.+ Sasifudula sizinika iinkosi zaso inzuzo eninzi+ ngokuqhelisela ubugcisa bokuxela izinto kwangaphambili.