2 Kronike 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+
4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+